Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 45:5-6

UISAYA 45:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

NdinguYehova; akukho wumbi, akukho Thixo ingendim. Ndakubhinqa ungàndazi, ukuze bazi, bethabathela ekuphumeni kwelanga bese nasekutshoneni kwalo, ukuba akukho namnye ingendim; ndinguYehova, akukho wumbi.

Yabelana
Funda UISAYA 45

UISAYA 45:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ndim uNdikhoyo; akukho Thixo wumbi. Ndiya kukuxhobisa utsho uqine nangona wena ungandazi. Le nto ndoyenza ukuze baqonde bonke, bazi emhlabeni wonke jikelele, baqonde ukuba mna ndinguNdikhoyo, bazi ukuba akukho Thixo wumbi.

Yabelana
Funda UISAYA 45

UISAYA 45:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

NdinguYehova, akukho wumbi, akukho Thixo ingendim; Ndikubophile, ungandazi. Ukuze bazi, bethabathela empumalanga nasentshonalanga, ukuba akukho wumbi; NdinguYehova, akakho omnye.

Yabelana
Funda UISAYA 45

UISAYA 45:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Mna ndi NGUYEHOVA, akuko wumbi; ngapandle kwam akuko UTIXO: ndikubinqisile, nakuba ungandazanga; ukuze kwaziwe kwa sekupumeni kwelanga, nasekutshoneni kwalo, ukuba akuko ongapandle kwam: mna ndi NGUYEHOVA, akuko wumbi

Yabelana
Funda UISAYA 45
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo