Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 43:3

UISAYA 43:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba mna, Yehova, ndinguThixo wakho, mna, Ngcwele kaSirayeli, ndingumsindisi wakho; ndirholé iYiputa yakucamagushela, iKushi neSebha zaba sesikhundleni sakho.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:3 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku mna Ndikhoyo ndinguThixo wakho, uYedwa kaSirayeli, uMhlanguli wakho. Ndinikezela ngeJiputa ukukuhlawulela; iKushe neSebha zothath' indawo yakho.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba ndinguYehova uThixo wakho, Lowo Ungcwele kaSirayeli, uMsindisi wakho, ndinikele ngeYiputa ukuba ibe yintlawulelo yakho, iTiyopiya neShebha ngenxa yakho.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, oyingcwele ka‐Sirayeli, umsindisi wako; ndinikile i‐Jipete ibe sisizi sako, i‐Tiyopiya ne‐Seba esikundleni sako.

Yabelana
Funda UISAYA 43
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo