Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 43:13

UISAYA 43:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Unanamhla ndinguye, akukho unokuhlangula esandleni sam; ndísebenza, ngubani na ke onokukubuyisa oko umva?

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwa ungekabiko umhla, ndinguye; akuko ongahlangulayo esandleni sam; ndiya kusebenza, ngubanina ke oya kukunqanda?

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Unanamhla ndinguye, akukho unokuhlangula esandleni sam; ndísebenza, ngubani na ke onokukubuyisa oko umva?

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ewe, bendingokhoyo kwamandulo; akukho kuphuncuka esandleni sam; endikwenzayo akujikwa mntu.”

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ewe, phambi kwamhla bendinaye; akukho bani unokuwuhlutha esandleni sam. Ndiza kusebenza, kwaye ngubani oya kukuvumela?

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwa ungekabiko umhla, ndinguye; akuko ongahlangulayo esandleni sam; ndiya kusebenza, ngubanina ke oya kukunqanda?

Yabelana
Funda UISAYA 43
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku

Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo