Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 43:1

UISAYA 43:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kaloku ke utsho uYehova, uMdali wakho, Yakobi, uMbumbi wakho, Sirayeli, ukuthi, Musa ukoyika; ngokuba ndikukhulule ngokukuhlawulela; ndikubizile ngegama lakho, ungowam.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoku ke *uNdikhoyo, umdali wakho, Yakobi, nombumbi wakho, Sirayeli, uthi: “Uze ungaxhali wena, ndikuhlawulele; ndikubize ngegama, ungowam ncakasana.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kwaye ngoku, itsho njalo iNkosi, uMdali wakho, Owu Yakobi, noMdali wakho, Owu Sirayeli: Musa ukoyika, kuba ndikukhulule, ndikubizile ngegama lakho; ungowam.

Yabelana
Funda UISAYA 43

UISAYA 43:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa kaloku, utsho UYEHOVA owakwenzayo, Yakobi! nalowo owakudalayo, Sirayeli! ukuti: Ungoyiki, ngokuba ndikukulule; ndikubizile ngegama; wena ungowam.

Yabelana
Funda UISAYA 43
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo