UISAYA 41:9 - Compare All Versions

UISAYA 41:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

endakubambayo kwaseziphelweni zehlabathi, endakubizayo kwasemacaleni alo; endathi kuwe, Ungumkhonzi wam wena, ndikunyule, andikucekisile

UISAYA 41:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ndakulanda eziphelweni zehlabathi, ndakubiza kwiindawo ezisekudeni, ndaza ndathi: ‘Usisicaka sam.’ Andikubukulanga; ndakunyula.

UISAYA 41:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Endakubambayo kwaseziphelweni zehlabathi, endakubizayo phakathi kookumkani bakho, ndathi kuwe, Ungumkhonzi wam wena; Mna ndaninyula, andinilahlanga

UISAYA 41:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

ondikubambileyo kwa semancameni omhlaba, ndakubiza kwa sezipelweni zawo, nondite kuwe: Wena usisicaka sam; ndikuqashile, andiyi kukulahla