UISAYA 41:12 - Compare All Versions
UISAYA 41:12 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ùya kuwafuna, ungawafumani, amadoda aphikisana nawe; aya kuba yinto engento, engekhoyo, amadoda alwa nawe.
Yabelana
UISAYA 41 XHO75UISAYA 41:12 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintshaba zakho uya kuzifuna, kambe ke sobe uzifumane. Abalwa nawe bophel' emehlweni.
Yabelana
UISAYA 41 XHO96UISAYA 41:12 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wobafuna, kanti akuyi kubafumana, abo abebengxolisana nawe; boba njengokungento nokungendawo abo abebesilwa ngakuwe.
Yabelana
UISAYA 41 XHO1902AUISAYA 41:12 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Uya kuwafuna, ungawafumani amadoda alwa nawe
Yabelana
UISAYA 41 CXB24