UISAYA 41:11 - Compare All Versions

UISAYA 41:11 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Yabona, baya kudana bahlazeke bonke abavutha umsindo ngawe; aya kuba yinto engento, adake amadoda abambana nawe.

UISAYA 41:11 XHO96 (IBHAYIBHILE)

“Ke bona abo bakusunduzayo baya kuhlaziswa; ewe, abakulwayo soze babe nto.

UISAYA 41:11 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Bona ke, baya kudana, bamatiswe, bonke abebequmbile ngakuwe; boba njengokungento, babube, abo bapika nawe.

UISAYA 41:11 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Yabona, bonke abakusukelayo baya kusuka beneentloni, bedanile; nabo basukuzana nawe baya kutshabalala.