UISAYA 40:8
UISAYA 40:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ke lona ilizwi likaThixo wethu lithembekile ngonaphakade.
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Inca iyoma, imbali iyabuna; kanti ilizwi LOTIXO wetu liya kuma kude kube ngunapakade.
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ke lona ilizwi likaThixo wethu liya kuma ngonaphakade.
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ingca iyatshaza, yona ke intyatyambo ibune, ke lona ilizwi loThixo wethu lohlala lihleli.’ ”
Yabelana
Funda UISAYA 40UISAYA 40:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Buyoma utyani, iyabuna intyantyambo; ke lona ilizwi likaThixo wethu lithembekile ngonaphakade.
Yabelana
Funda UISAYA 40