Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 39:8

UISAYA 39:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova, olithethileyo. Wathi, Inene, kuya kubakho uxolo nozingiso ngeyam imihla.

Yabelana
Funda UISAYA 39

UISAYA 39:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Eli lizwi likaNdikhoyo ulithethayo lifanelekile,” uphendule watsho uHezekiya. Kaloku wayesithi: “Noko kuya kubakho inzolo nokhuseleko ngemihla yokudla kwam ubomi.”

Yabelana
Funda UISAYA 39

UISAYA 39:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo. Waqhubeka wathi: Kuba kuya kubakho uxolo nenyaniso ngemihla yam.

Yabelana
Funda UISAYA 39

UISAYA 39:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza wati u‐Hezekiya ku‐Yisaya: Lilungile ilizwi LIKAYEHOVA, elo ulitetileyo. Wati kanjako: Ngokuba kuya kubako uxolo nenyaniso emihleni yam.

Yabelana
Funda UISAYA 39
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo