Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 23:9

UISAYA 23:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Icetywé nguYehova wemikhosi, ukuba angcolise ubungangamsha bamakhazikhazi onke, ukuba acukuceze bonke abazukileyo behlabathi.

Yabelana
Funda UISAYA 23

UISAYA 23:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

*NguNdikhoyo uSomandla-onke oyicebileyo, khon' ukuze aliphelise ikratshi labo, lutsho ludake udumo lwabaziwayo.

Yabelana
Funda UISAYA 23

UISAYA 23:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uYehova wemikhosi ucinge ukungcolisa ubungangamsha balo lonke uzuko, ukuba acukuceze zonke iingangamsha zehlabathi

Yabelana
Funda UISAYA 23

UISAYA 23:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

NGUYEHOVA wemikosi okucebileyo, ukuba anco̔lise ir̔atshi lenkazimlo yonke, nokuba adelekise bonke abadumileyo bomhlaba.

Yabelana
Funda UISAYA 23
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo