Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 2:22

UISAYA 2:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Khanimyeke umntu omphefumlo usemathatheni akhe; ngokuba kuthiwa, Úyintoni na?

Yabelana
Funda UISAYA 2

UISAYA 2:22 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke musa ukukholosa ngomntu; kuxa engubani ekrobo-krobo nje!

Yabelana
Funda UISAYA 2

UISAYA 2:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Myeke umntu omphefumlo usemathatheni akhe, ngokuba uya kufundelwa ntoni na?

Yabelana
Funda UISAYA 2

UISAYA 2:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ncamani umntu, omoya usempumlweni yake; ngokuba eya kubalwa ngokuba yinto nina yena?

Yabelana
Funda UISAYA 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo