Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 12:1

UISAYA 12:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngaloo mini ke niya kudanduluka nisithi: “Ewe, ndiyakubulela, *Ndikhoyo, kuba nakuba ubundiqumbele suka wetha umsindo wakho, wajika wena wandithuthuzela.

Yabelana
Funda UISAYA 12

UISAYA 12:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ùya kuthi wena ngaloo mini, Ndiyabulela kuwe, Yehova, ngokokuba ubundiqumbele, waza wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela wena.

Yabelana
Funda UISAYA 12

UISAYA 12:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngaloo mini ke niya kudanduluka nisithi: “Ewe, ndiyakubulela, *Ndikhoyo, kuba nakuba ubundiqumbele suka wetha umsindo wakho, wajika wena wandithuthuzela.

Yabelana
Funda UISAYA 12

UISAYA 12:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngaloo mini uya kuthi, Yehova, ndiya kubulela kuwe; nangona ubundiqumbele, wabuya umsindo wakho, wandithuthuzela.

Yabelana
Funda UISAYA 12

UISAYA 12:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngawo umhla lowo uya kuti: Ndiya kudumisa wena, YEHOVA! nakuba ubundiqumbele, seibuyile ingqumbo yako, waza wandonwabisa.

Yabelana
Funda UISAYA 12
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo