Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UISAYA 11:9

UISAYA 11:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

EZiyon, intaba ekhethekileyo, akusayi kubakho owonayo notshabalalisayo; njengolwandle lwambathiswe ngamanzi, ehlabathini uNdikhoyo uya kwaziwa jikelele.

Yabelana
Funda UISAYA 11

UISAYA 11:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Akuyi kupatwa kakubi, akuyi kubujiswa kanjako, kuyo yonke intaba yam eyingcwele; ngokuba umhlaba uya kuzala kukwaziwa KUKAYEHOVA, njengokuba amanzi egubungela ulwandle.

Yabelana
Funda UISAYA 11

UISAYA 11:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ezo zinto aziyi kwenza bubi, aziyi konakalisa ezintabeni zam zonke ezingcwele; ngokuba ilizwe liya kuzala kukwazi uYehova, njengamanzi egubungele ulwandle.

Yabelana
Funda UISAYA 11

UISAYA 11:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

EZiyon, intaba ekhethekileyo, akusayi kubakho owonayo notshabalalisayo; njengolwandle lwambathiswe ngamanzi, ehlabathini uNdikhoyo uya kwaziwa jikelele.

Yabelana
Funda UISAYA 11

UISAYA 11:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Aziyi kwenzakalisa okanye ziyonakalisa intaba yam engcwele iphela, ngenxa yokuba umhlaba uya kuzala kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.

Yabelana
Funda UISAYA 11

UISAYA 11:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Akuyi kupatwa kakubi, akuyi kubujiswa kanjako, kuyo yonke intaba yam eyingcwele; ngokuba umhlaba uya kuzala kukwaziwa KUKAYEHOVA, njengokuba amanzi egubungela ulwandle.

Yabelana
Funda UISAYA 11
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku

Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo