UHOSEYA 7:14
UHOSEYA 7:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Abakhalanga kum ngeentliziyo zabo, basuka bamana bebhomboloza ezililini zabo; baqukana ngenxa yengqolowa newayini entsha, baphambuka, bandichasa.
Yabelana
Funda UHOSEYA 7UHOSEYA 7:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Xa bekhala abatsho ngomxhelo wabo; basuka bazibhuqa-bhuqe emandlalweni. Baqokelelana ngenxa yokutya newayini, kodwa mna bandichasile.
Yabelana
Funda UHOSEYA 7