UHOSEYA 7:13
UHOSEYA 7:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Yeha ke bona! kuba babalekile kum. Yimbubho kubo! kuba bakreqile kum. Mna ngendibakhulule, basuka bona bathetha amanga ngam.
Yabelana
Funda UHOSEYA 7UHOSEYA 7:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Mawoo, ngokuba banxaxhile kum! Yintshabalalo kubo, ngokuba bemkile bandishiya! Mna ndiyafuna ukubahlangula, koko suka baxoka ngam.
Yabelana
Funda UHOSEYA 7