Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 6:6

UHOSEYA 6:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba ndinonelele uthando, andinonelele mbingelelo; ndinonelele ukwazi uThixo, ngaphezu kwamadini anyukayo.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku ndithanda inceba, andithandi minikelo. Ndinonelele ukwazi uThixo ngaphezu kwamadini atshiswayo.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba ndithanda inceba, andithandi mbingelelo; kwaye ukwazi uThixo kungaphezu komlilo.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba bendifuna ububele, bendingafuni umbingo; nokwaziwa KUKATIXO, ngapezu kwamadini okutshiswa.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:6

UHOSEYA 6:6 XHO75UHOSEYA 6:6 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo