Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 6:1

UHOSEYA 6:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Yizani kaloku, sibuyele *kuNdikhoyo. Ewe, yena usidlakazile, kodwa usenako ukubuya asinyange. Ngenene yena usenzakalisile, ukanti ke angabuya asibophe.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yizani sibuyele kuYehova; kuba eqwengile, wosiphilsa; uxabele, wosibopha.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Yizani kaloku, sibuyele *kuNdikhoyo. Ewe, yena usidlakazile, kodwa usenako ukubuya asinyange. Ngenene yena usenzakalisile, ukanti ke angabuya asibophe.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yizani sibuyele kuYehova, kuba eqwengile, wosiphilisa; Ubethile, yaye uya kusibopha.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6

UHOSEYA 6:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Yizani, masibuyele KUYEHOVA, ngokuba eqwengile, kanti wosipolisa; ubetile, kanti wosibopa.

Yabelana
Funda UHOSEYA 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo