Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 5:4

UHOSEYA 5:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Izenzo zabo azivumi ukuba babuyele kuThixo wabo; kuba umoya wobuhenyu ukubo, àbamazi uYehova.

Yabelana
Funda UHOSEYA 5

UHOSEYA 5:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Izenzo zabo zisuke zaxaba, zayivala indlela yokubuyela kuThixo wabo. Kaloku bathiwe fithi luhenyuzo; abamkhathalele nganto *uNdikhoyo!

Yabelana
Funda UHOSEYA 5

UHOSEYA 5:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Abayi kuziqinisa izenzo zabo ukuze babuyele kuThixo wabo, ngenxa yokuba umoya wobuhenyu uphakathi kwabo, yaye abazange bamazi uYehova.

Yabelana
Funda UHOSEYA 5

UHOSEYA 5:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ababekisi izenzo zabo ukuba babuyele KUTIXO wabo; ngokuba umoya wemibulo upakati kwabo, NOYEHOVA abamazanga.

Yabelana
Funda UHOSEYA 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo