Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHOSEYA 13:4

UHOSEYA 13:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kanti mna ndinguYehova uThixo wakho, kwasezweni laseYiputa; akuyi kwazi thixo ungendim; akukho namnye umsindisi ngaphandle kwam.

Yabelana
Funda UHOSEYA 13

UHOSEYA 13:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ukanti ke *ndinguNdikhoyo uThixo wakho. Mna ndakukhuphulula eJiputa. AwunaThixo ngaphandle kwam, kungekho namsindisi ingendim.

Yabelana
Funda UHOSEYA 13

UHOSEYA 13:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kodwa ndinguYehova uThixo wakho, ngoxa nisezweni laseYiputa, yaye akuyi kwazi thixo ungendim, kuba akukho namnye umsindisi ngaphandle kwam.

Yabelana
Funda UHOSEYA 13

UHOSEYA 13:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanti mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO wako, kuselokwa selizweni le‐Jipete; ngako akuyi kwazi namnye utixo kupela mna, ngokuba kungeko msindisi ngapandle kwam.

Yabelana
Funda UHOSEYA 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo