Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KUMAHEBHERE 13:16

KUMAHEBHERE 13:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke ukwenza okuhle nobudlelane, musani ukukulibala; kuba imibingelelo enjalo uyakholiswa kakuhle yiyo uThixo.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13

KUMAHEBHERE 13:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Masingaze siyeke ukwenzelana ububele, kuba leyo yeyona minikelo imkholisayo uThixo.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13

KUMAHEBHERE 13:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke ukwenza okulungileyo nobudlelane, musani ukukulibala; kuba imibingelelo enjalo uyakholiswa kakuhle yiyo uThixo.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13

KUMAHEBHERE 13:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa ukwenza okulungileyo nokwabela abanye ningakulibali: ngokuba UTIXO ekoliswa ngamadini anjalo kakulu.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 13

KUMAHEBHERE 13:16

KUMAHEBHERE 13:16 XHO75KUMAHEBHERE 13:16 XHO75KUMAHEBHERE 13:16 XHO75KUMAHEBHERE 13:16 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo