Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KUMAHEBHERE 12:14

KUMAHEBHERE 12:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Phuthumani uxolo nabo bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona iNkosi, engenabo

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12

KUMAHEBHERE 12:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Hlalani ngoxolo nabo bonke abantu. Yibani nyulu, kuba ngaphandle kobunyulu akukho mntu uya kuyibona iNkosi.

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12

KUMAHEBHERE 12:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Phuthumani uxolo nabantu bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona iNkosi, engenabo

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12

KUMAHEBHERE 12:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Putumani uxolo ngakubo abantu bonke, nabo ubungcwele, ekungeko namnye oya kuyibona INKOSI engenabo

Yabelana
Funda KUMAHEBHERE 12

KUMAHEBHERE 12:14

KUMAHEBHERE 12:14 XHO75KUMAHEBHERE 12:14 XHO75KUMAHEBHERE 12:14 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo