Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 9:16

IGENESIS 9:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Umnyàma woba semafini ke, ndiwukhàngele, ndikhumbule umnqophiso ongunaphakade phakathi koThixo nayo yonke imiphefumlo ephilileyo, enyameni yonke esehlabathini.

Yabelana
Funda IGENESIS 9

IGENESIS 9:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wakuvela umnyama emafini, ndiwubone, ndokhumbula umnqophiso ongasoze ujike endiwuthembise zonke izinto eziphilayo elizweni.

Yabelana
Funda IGENESIS 9

IGENESIS 9:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umnyama uya kuba semafini; ndiwukhangele, ndikhumbule umnqophiso ongunaphakade phakathi koThixo nayo yonke imiphefumlo ephilileyo, enyameni yonke esehlabathini.

Yabelana
Funda IGENESIS 9

IGENESIS 9:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nxa lomnyama uya kubako elifini, ndiya kwandula ndikangele pezu kwawo, ukuba ndikumbule ucebano olungunapakade pakati kwake UTIXO nazo zonke izinto ezipilileyo, ezenyama yonke esemhlabeni.

Yabelana
Funda IGENESIS 9
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo