Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 6:5

IGENESIS 6:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wabona uThixo ukuba ububi babantu bandile ehlabathini, konke ukuyila kweengcinga zentliziyo yabo kubububi bodwa imihla yonke.

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Uthe ke uNdikhoyo akukuphawula ukuba ngamatshijolo kwabantu elizweni, nokuthi rhoqo kwabo ukuyila ububi

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wabona uThixo ukuba ububi babantu bandile ehlabathini, zonke iingcamango zentliziyo yabo zibububi bodwa.

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waye UTIXO wabona ukuba inkohlakalo yabantu inkulu emhlabeni, nokuba konke ukucinga kwenkumbulo zentliziyo zabo kukohlakele kodwa imihla yonke.

Yabelana
Funda IGENESIS 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo