Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 6:13

IGENESIS 6:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uThixo kuNowa, Isiphelo senyama yonke sifikile phambi kwam; ngokuba ihlabathi lizele lugonyamelo oluphuma kubo; yabona ke, ndiya kubonákalisa, bona ndawonye nehlabathi.

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:13 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wathi ke uThixo kuNowa: “Ndifikelele ekubeni ndilubhangise lonke uluntu. Ndiza kulutshabalalisa luphele tu, kuba ilizwe lizele zizenzo zobundlobongela.

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:13 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uThixo kuNowa, Isiphelo senyama yonke sifikile phambi kobuso bam; ngokuba ihlabathi lizele lugonyamelo oluphuma kubo; yabona, ndiya kubonakalisa, bona nehlabathi.

Yabelana
Funda IGENESIS 6

IGENESIS 6:13 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngako wati UTIXO ku‐Nowa: Ukupela kwoluntu lonke kufikile pambi kwam; ngokuba umhlaba uzele bubudlwengu ngalo: kanjalo, bona ke, ndiya kulutshabalalisa kunye nomhlaba.

Yabelana
Funda IGENESIS 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo