Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 47:5-6

IGENESIS 47:5-6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathetha uFaro kuYosefu, wathi, Uyihlo nabazalwana bakho bafikile kuwe. Ilizwe laseYiputa liphambi kwakho: uyihlo nabazalwana bakho bahlalise kweyona ndawo intle yelizwe; mabahlale ezweni laseGoshen. Ukuba ùyazi ukuba kukho kuwo amadoda aziinkunkqele emsebenzini, wamise abe ngabaphathi bemfuyo endinayo.

Yabelana
Funda IGENESIS 47

IGENESIS 47:5-6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ukumkani ubhekise kuJosefu wathi: “Uyihlo nabantakwenu beseJiputa nje, bakowabo; bangahlala apho eGoshen, eyona ndawo inomhlaba otyebileyo. Ukuba kukho amadoda angamachule phakati kwenu, uzuwenze abelusi bemihlambi yam.”

Yabelana
Funda IGENESIS 47

IGENESIS 47:5-6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathetha uFaro kuYosefu, wathi, Uyihlo nabantwana bakho bafikile kuwe. Ilizwe laseYiputa liphambi kwakho; makahlale uyihlo nabantakwenu kwelona lizwe lilungileyo; wabamisa ezweni laseGoshen; ukuba uyakwazi okwenzekayo phakathi kwabo, bamise babe ngabalusi bemihlambi yam.

Yabelana
Funda IGENESIS 47

IGENESIS 47:5-6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wayesitsho u‐Faro ku‐Josefe ukuti: Uyihlo nabazalwana bako bafikile kuwe; ilizwe le‐Jipete lipambi kwako lona; kwelungileyo indawo yelizwe bahlalise uyihlo nabazalwana bako: mabahlale ezweni le‐Goshene: kanjalo ukuba uyazi okokuba kuko pakati kwabo amadoda omeleleyo, wandule uwenze abe ngabapati pezu kwenkomo zam.

Yabelana
Funda IGENESIS 47
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo