IGENESIS 46:4
IGENESIS 46:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ndiya kuhla nawe ukuya e‐Jipete; ndobuya ndikunyuse ngenyaniso: woti u‐Josefe abeke isandla sake pezu kwamehlo ako.
Yabelana
Funda IGENESIS 46IGENESIS 46:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Mna ndiya kuhla ndiye nawe eYiputa, ndinyuke nokunyuka nawe; uYosefu asibeke isandla sakhe phezu kwamehlo akho.
Yabelana
Funda IGENESIS 46IGENESIS 46:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiya kuya nawe eJiputa, ndibuye ndiyibuyisele kwalapha inzala yakho. UJosefu uya kukucima amehlo ukubhubha kwakho.”
Yabelana
Funda IGENESIS 46