Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 46:30

IGENESIS 46:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uSirayeli kuYosefu, Ndibubonile nje ubuso bakho, ukuba ùsahleli, mandife ngoku.

Yabelana
Funda IGENESIS 46

IGENESIS 46:30 IBHAYIBHILE (XHO96)

Uthe uSirayeli kuJosefu: “Nokuba ndingafa ngoku ndikubonile usaphila, kulungile.”

Yabelana
Funda IGENESIS 46

IGENESIS 46:30 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uSirayeli kuYosefu, Makhe ndife, mandibubone ubuso bakho, ngokuba usahleli.

Yabelana
Funda IGENESIS 46

IGENESIS 46:30 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza u‐Sirayeli wati ku‐Josefe: Makendibube kaloku, sendibubonile nje ubuso bako, ukuba usahleli.

Yabelana
Funda IGENESIS 46
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo