IGENESIS 45:3
IGENESIS 45:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? Ababa nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 45IGENESIS 45:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; Ubawo usaphila, abanakumphendula abazalwana bakhe; ngokuba bebesoyika ebusweni bakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 45IGENESIS 45:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYosefu kubazalwana bakhe, NdinguYosefu; usaphilile na ubawo? Ababa nako ukumphendula abazalwana bakhe; kuba bakhwankqiswa phambi kwakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 45IGENESIS 45:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wenjenje uJosefu ukuthetha nabantakwabo: “NdinguJosefu. Nithi ubawo usaphila?” Bakukuva oko abantakwabo bothuka, ababi nako nokuthetha.
Yabelana
Funda IGENESIS 45