Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 44:34

IGENESIS 44:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ndingáthini na ukunyuka ndiye kubawo, engenam umfana? hleze ndibubone ububi obomfumana ubawo.

Yabelana
Funda IGENESIS 44

IGENESIS 44:34 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndingathini ukubuyela ekhaya ngaphandle kwale ntwana? Andinako ukukubukela ukudandatheka kukabawo.”

Yabelana
Funda IGENESIS 44

IGENESIS 44:34 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba ndingathini na ukunyuka ndiye kubawo, kungekho nkwenkwe? ukuze ndingayiboni intlekele eyehlela ubawo.

Yabelana
Funda IGENESIS 44

IGENESIS 44:34 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ndiya kuti nina ukunyuka ndiye kubawo, nxa umfana angenam? hlezibe ndibone ubunzima obuya kumhlela ubawo.

Yabelana
Funda IGENESIS 44
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo