Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 39:22

IGENESIS 39:22 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Umphathi wentolongo wawanikela kuYosefu onke amakhonkxwa asentolongweni, ukuze zonke izinto ezisukuba zisenziwa khona, abe nguye ozenzayo.

Yabelana
Funda IGENESIS 39

IGENESIS 39:22 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ujela wamnyusela uJosefu, wangumphathi wamanye amabanjwa. Yonke into eyenziwa entolongweni yajonga yena.

Yabelana
Funda IGENESIS 39

IGENESIS 39:22 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umgcini wababanjwa wabanikela esandleni sikaYosefu onke amabanjwa abesentolongweni; kwaye nantoni na ababeyenza apho, wayeyenza.

Yabelana
Funda IGENESIS 39

IGENESIS 39:22 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza umpati wentolongo wanikela esandleni sika‐Josefe bonke ababanjwa ababesentolongweni: nako konke babekwenza kona, kwakusenzwa nguye.

Yabelana
Funda IGENESIS 39
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo