IGENESIS 38:9
IGENESIS 38:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
UOnan, esazi ukuba wayengazi kuzizalela abo bantwana, wathi rhoqo ukumane eyichithela phantsi imbewu yakhe ngalo lonke ixesha adibana noTamare, khon' ukuze angathathi, angamzaleli bantwana umkhuluwa wakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 38IGENESIS 38:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wayesazi uOnan ukuba imbewu ayiyi kuba yeyakhe; wathi, xa sukuba esiya kumfazi womkhuluwa wakhe, wayiphalazela emhlabeni, ukuze angamniki mbewu umkhuluwa wakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 38IGENESIS 38:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
UOnan, esazi ukuba wayengazi kuzizalela abo bantwana, wathi rhoqo ukumane eyichithela phantsi imbewu yakhe ngalo lonke ixesha adibana noTamare, khon' ukuze angathathi, angamzaleli bantwana umkhuluwa wakhe.
Yabelana
Funda IGENESIS 38