IGENESIS 37:4
IGENESIS 37:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Xa abantakwabo babona ukuba uyise wayemthanda ngaphezu kwabo bonke abantakwabo, bamthiya baza ababa nakuthetha naye ngoxolo.
Yabelana
Funda IGENESIS 37IGENESIS 37:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Abakhuluwa bakhe babona ukuba uyise umthanda ngaphezu kwabo bonke, bamthiya, ababa nakuthetha naye bexolile.
Yabelana
Funda IGENESIS 37IGENESIS 37:4 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bathi abantakwabo bakuphawula ukuba uyise umthanda ukugqitha bona uJosefu, bamthiya kangangokude bangakwazi nokuthetha kakuhle naye.
Yabelana
Funda IGENESIS 37