Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 37:3

IGENESIS 37:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uSirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke oonyana bakhe, ngokuba ebengunyana ngeminyaka yakhe; wamenzela ingubo eqaqambileyo

Yabelana
Funda IGENESIS 37

IGENESIS 37:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

USirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke oonyana bakhe, ngokuba ebengunyana wokwaluphala kwakhe; yena wamenzela ke ingubo ende enemikhono.

Yabelana
Funda IGENESIS 37

IGENESIS 37:3 IBHAYIBHILE (XHO96)

USirayeli wayemthanda ngaphezu kwabo bonke abantakwabo uJosefu, kuba yena wavela selaluphele uSirayeli. Wamenzela ingubo embeje-mbeje.

Yabelana
Funda IGENESIS 37

IGENESIS 37:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uSirayeli wayemthanda uYosefu ngaphezu kwabo bonke oonyana bakhe, ngokuba ebengunyana ngeminyaka yakhe; wamenzela ingubo eqaqambileyo

Yabelana
Funda IGENESIS 37

IGENESIS 37:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waye u‐Sirayeli watanda u‐Josefe ngapezu kwabo bonke onyana bake, ngokuba ebengunyana wobuxego bake; wayemenzele ingubo yamabala ngamabala.

Yabelana
Funda IGENESIS 37
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo