Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 35:18

IGENESIS 35:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwaza kwati, ekupumeni kwompefumlo wake, (ngokuba wafayo,) wambiza ngegama elingu‐Benoni; kanti uyise wambiza ngegama elingu‐Benjamine.

Yabelana
Funda IGENESIS 35

IGENESIS 35:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kwathi ekuphumeni komphefumlo wakhe, kuba wafayo, wathi nguBhenoni• igama lakhe; ke yena uyise wathi nguBhenjamin.•

Yabelana
Funda IGENESIS 35

IGENESIS 35:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngelo xesha ke uRakeli wayeseleqhawuka. Uthe kanye xa uphumayo umphefumlo wathi igama laloo mntwana nguBhenoni. Uyise yena wathi nguBhenjamin.

Yabelana
Funda IGENESIS 35

IGENESIS 35:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Waphuma umoya wakhe, akuba efile, wathi nguBhenoni igama lakhe; ke yena uyise wathi nguBhenjamin.

Yabelana
Funda IGENESIS 35

IGENESIS 35:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kwaza kwati, ekupumeni kwompefumlo wake, (ngokuba wafayo,) wambiza ngegama elingu‐Benoni; kanti uyise wambiza ngegama elingu‐Benjamine.

Yabelana
Funda IGENESIS 35
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo