Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 32:30

IGENESIS 32:30 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yamsikelela khona. UYakobi wayithiya loo ndawo igama eliyiPeniyeli;• kuba wathi, Ndibonene noThixo, wahlangulwa umphefumlo wam.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:30 IBHAYIBHILE (XHO96)

UYakobi wathi: “UThixo ndimbonile ubuso ngobuso, ndibe naku ndisaphila.” Wathi ke loo ndawo yiPeniyeli.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:30 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uYakobi wathi loo ndawo yiPeniyeli; ngokuba ndibonene noThixo, wahlangulwa umphefumlo wam.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:30 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waye u‐Yakobi wabiza igama lalondawo nge‐Peniyeli: ngokuba, watsho, ndibonene NOTIXO ubuso ngobuso, wasinda umpefumlo wam noko.

Yabelana
Funda IGENESIS 32
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo