Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 32:10

IGENESIS 32:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Andiyilingene inceba yonke, nenyaniso yonke oyenzileyo kumkhonzi wakho; kuba ndayiwela le Yordan, ndinentonga yam yodwa, kodwa ngoku ndimfuduka mbini.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ububele ondenzele bona, nokunyaniseka kwakho, akundifanele, Nkosi. Ndayiwela iJordan ndingenanto, ndiphethe umsimelelo kuphela. Ngoku ndibuya ndihamba nala maqela mabini.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Andiyilingene yonke inceba, nenyaniso yonke oyenzileyo kumkhonzi wakho; ngenxa enokuba ndayiwela le Yordan, ndinentonga yam; kwaye ngoku ndingamaqela amabini.

Yabelana
Funda IGENESIS 32

IGENESIS 32:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ndimncinane mna kuzo zonke izibele, nakuyo yonke inyaniso, ozenzele isicaka sako; ngokuba bekunomsimelelo wam ndawela i‐Yoredane le, kanti kaloku sendiyimikosi mibini.

Yabelana
Funda IGENESIS 32
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo