IGENESIS 30:24
IGENESIS 30:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wamthiya igama elinguYosefu,• wathi, UYehova makongezelele omnye unyana.
Yabelana
Funda IGENESIS 30IGENESIS 30:24 IBHAYIBHILE (XHO96)
Wathi ke igama layo nguJosefu, esithi: “Wanga uNdikhoyo angandongezela kwaenye inkwenkwe.”
Yabelana
Funda IGENESIS 30