Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 28:15

IGENESIS 28:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yabona, ndinawe; ndiya kukugcina naphi apho uya khona, ndikubuyisele kuló mhlaba; ngokuba andiyi kukushiya, ndide ndikwenze oko ndikuthethileyo kuwe.

Yabelana
Funda IGENESIS 28

IGENESIS 28:15 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndiza kusoloko ndinawe, ndikukhusele naphi na apho uya khona, ndibuye ndikubuyisele kwakule ndawo. Andiyi kukushiya ndide ndizenze zonke izinto endizithembisileyo.”

Yabelana
Funda IGENESIS 28

IGENESIS 28:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yabona, ndinawe; ndiya kukugcina naphi na apho uya khona, ndikubuyisele kulo mhlaba; ngokuba andiyi kukushiya, andikwenzanga oko ndikuthethileyo kuwe.

Yabelana
Funda IGENESIS 28

IGENESIS 28:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanjalo, bona ke, ndinawe, ndandiya kukugcina apo usukuba usiya kona, ndize ndikubuyisele kwa kwelilizwe; ngokuba ndingayi kukushiya, ndingekakwenzanga oko ndikutetile kuwe.

Yabelana
Funda IGENESIS 28
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo