IGENESIS 26:3
IGENESIS 26:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uze uhlale apha; ndoba nawe, ndikuthamsanqelise. Lo wona umhlaba uza kuwuma nenzala yakho. Isifungo endasenza kuyihlo ndiza kusifezekisa.
IGENESIS 26:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phambukela kweli zwe. Ndoba nawe, ndikusikelele; kuba ndiya kuwanika wena nembewu yakho onke la mazwe, ndisimise isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo
IGENESIS 26:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uze uhlale apha; ndoba nawe, ndikuthamsanqelise. Lo wona umhlaba uza kuwuma nenzala yakho. Isifungo endasenza kuyihlo ndiza kusifezekisa.
IGENESIS 26:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Hlala ungumphambukeli kweli lizwe; ndoba nawe, ndikusikelele; ngokuba ndiya kukunika wena nembewu yakho onke la mazwe, ndisimise isifungo endasifungayo kuAbraham uyihlo
IGENESIS 26:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Hlala njengowasemzini kwelilizwe, ndize ndibe nawe, ndikutamsanqele: ngokuba kwa kuwe, nakwinzalo yako, ndiya kunika onke lamazwe; nesifungo endandifunga ngaso ku‐Abrahame uyihlo ndiya kusimisa.