IGENESIS 25:28
IGENESIS 25:28 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
uIsake wathanda uEsawu, ngokuba ebesidla inyama yezingela; ke uRebheka wayethanda uYakobi.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
UIsake wayethanda uEsawu, kuba wayemana emzisela inyama yeenyamakazi. URabheka yena wayethanda uYakobi.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:28 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UIsake wathanda uEsawu, ngokuba inyamakazi ibimnandi emlonyeni wakhe; ke yena uRebheka wathanda uYakobi.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:28 IBHAYIBHILE (XHO96)
UIsake wayethanda uEsawu, kuba wayemana emzisela inyama yeenyamakazi. URabheka yena wayethanda uYakobi.
Yabelana
Funda IGENESIS 25