IGENESIS 25:26
IGENESIS 25:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Elincinci lavela libambelele nkqi esithendeni sikaEsawu, kwathiwa ke lona nguYakobi. Ukuzalwa kwala mawele uIsake wayeselemashumi mathandathu ubudala.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kamva waphuma umninawa wakhe, isandla sakhe sabamba isithende sikaEsawu; Wathi ke igama elinguYakobi; uIsake ebeminyaka imashumi mathandathu ezelwe, ukubazala kwabo.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Emveni koko kwaphuma umninawa walo, isandla sakhe sibambe isithende sikaEsawu, wamthiya igama elinguYakobi.• UIsake wayeminyaka imashumi mathandathu ezelwe, ukuzalwa kwabo.
Yabelana
Funda IGENESIS 25IGENESIS 25:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Elincinci lavela libambelele nkqi esithendeni sikaEsawu, kwathiwa ke lona nguYakobi. Ukuzalwa kwala mawele uIsake wayeselemashumi mathandathu ubudala.
Yabelana
Funda IGENESIS 25