IGENESIS 22:8
IGENESIS 22:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe ukuphendula uAbraham: “Iya kubonwa nguThixo loo nto, mfo wam.” Batsho bahamba besiya kuloo ndawo yayalathwe nguThixo. Bakufika apho, uAbraham wenza iqonga lamadini, wabeka iinkuni ezo phezu kwalo, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka phezu kwezo nkuni.
Yabelana
Funda IGENESIS 22IGENESIS 22:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uAbraham, UThixo wozibonela imvu yedini elinyukayo, nyana wam. Bahamba bobabini ndawonye.
Yabelana
Funda IGENESIS 22IGENESIS 22:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Uthe ukuphendula uAbraham: “Iya kubonwa nguThixo loo nto, mfo wam.” Batsho bahamba besiya kuloo ndawo yayalathwe nguThixo. Bakufika apho, uAbraham wenza iqonga lamadini, wabeka iinkuni ezo phezu kwalo, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka phezu kwezo nkuni.
Yabelana
Funda IGENESIS 22