IGENESIS 22:12
IGENESIS 22:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi, Ndilapha. Sathi, Musa ukusisa isandla sakho kumfana, musa ukumenza nto, kuba ndiyazi ngoku ukuba ùyamoyika uThixo; akunqabanga nonyana wakho kum, emnye kuwe.
Yabelana
Funda IGENESIS 22IGENESIS 22:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Uze ungayenzakalisi loo nkwenkwe, ungayithi cha nakancinci! Ngoku ndiyazi ukuba uThixo uyamoyika; kaloku akwalanga nonyana wakho oyintandane ekuphela kwakhe.”
Yabelana
Funda IGENESIS 22