Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 22:1

IGENESIS 22:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kwathi emveni kwezo nto, uThixo wamvavanya uAbraham, wathi kuye, Abraham; wathi yena, Ndilapha.

Yabelana
Funda IGENESIS 22

IGENESIS 22:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ekuhambeni kwexesha uThixo wamvavanya uAbraham. Wambiza wathi: “Abraham!” Wasabela uAbraham wathi: “Ndim lo, Mhlekazi!”

Yabelana
Funda IGENESIS 22

IGENESIS 22:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Emva koko uThixo wamvavanya uAbraham, wathi kuye: “Abraham! Wathi yena, Ndilapha.

Yabelana
Funda IGENESIS 22

IGENESIS 22:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

KWAYE kute emveni kwezizinto, UTIXO walinga u‐Abrahame, wati kuye: Abrahame! Wati yena: Nanku, ndilapa.

Yabelana
Funda IGENESIS 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo