Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 21:12

IGENESIS 21:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uThixo kuAbraham, Malingabi libi emehlweni akho ngenxa yenkwenkwe, nangenxa yomkhonzazana wakho. Entweni yonke ayithethileyo uSara kuwe, phulaphula izwi lakhe, ngokuba iya kuba ngoIsake lo imbewu kuwe.

Yabelana
Funda IGENESIS 21

IGENESIS 21:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uThixo kuAbraham, Malingabi libi emehlweni akho ngenxa yenkwenkwe, nangenxa yomkhonzazana wakho. Entweni yonke ayithethileyo uSara kuwe, phulaphula izwi lakhe, ngokuba iya kuba ngoIsake lo imbewu kuwe.

Yabelana
Funda IGENESIS 21

IGENESIS 21:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wavakala esithi uThixo kuye: “Hayi, sukuzikhathaza ngenxa yalo mntwana nesicakazana sakho. Yenza loo nto ithethwa nguSara wena, kuba kaloku abazukulwana bakho boba yinzala kaIsake.

Yabelana
Funda IGENESIS 21

IGENESIS 21:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uThixo kuAbraham, Musa ukukuvumela ukuba kube kubi emehlweni akho ngenxa yonyana wakho, nangenxa yomkhonzazana wakho; Entweni yonke ayithethileyo uSara kuwe, liphulaphule izwi lakhe; ngokuba iya kubizwa ngoIsake imbewu yakho.

Yabelana
Funda IGENESIS 21

IGENESIS 21:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza UTIXO wati ku‐Abrahame: Makungabi kubi emehlweni ako pezu kwomfana, napezu kwekobokakazi lako: konke akutshilo kuwe u‐Sara, lipulapule ilizwi lake ngako; ngokuba ku‐Yisake iya kubizwa inzalo yako.

Yabelana
Funda IGENESIS 21
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo