IGENESIS 19:26
IGENESIS 19:26 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa umfazi wake wabeka ngomva emva kwake, waza waba sisimo setyuwa.
Yabelana
Funda IGENESIS 19IGENESIS 19:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kodwa umkakhe, esemva kwakhe, wakhangela ngasemva, waba yintsika yetyuwa.
Yabelana
Funda IGENESIS 19IGENESIS 19:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Umka-Lothe wajonga ngasemva, suka wajika waba yintsika yetyuwa.
Yabelana
Funda IGENESIS 19