Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 17:17

IGENESIS 17:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

UAbraham wawa ngobuso bakhe, wahleka, wathi entliziyweni yakhe, Azi umntu ominyaka ilikhulu wozalelwa na? Azi uSara, intokazi eminyaka imashumi asithoba, angazala na?

Yabelana
Funda IGENESIS 17

IGENESIS 17:17 IBHAYIBHILE (XHO96)

Waqubuda uAbraham, waya kuthi ngqu ngobuso phantsi. Wasuka waphela yintsini akucinga ukuba umntu onekhulu leminyaka angazala umntwana. Yena uSara enamashumi alithoba nje, angamfumana umntwana?

Yabelana
Funda IGENESIS 17

IGENESIS 17:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngoko uAbraham wawa ngobuso bakhe waza wahleka waza wathi entliziyweni yakhe: “Ngaba umntwana unokuzalwa aneminyaka elikhulu ubudala na? uSara, ominyaka imashumi asibhozo ezelwe, uya kuzala yedwa na?

Yabelana
Funda IGENESIS 17

IGENESIS 17:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza u‐Abrahame wawa ngobuso bake, wahleka; wati entliziyweni yake: Ominyaka yobudala ilikulu uya kuzalelwa umntwana na? no‐Sara, ominyaka yobudala ingamashumi alitoba, uya kuzala na?

Yabelana
Funda IGENESIS 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo