Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IGENESIS 15:4

IGENESIS 15:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Nâlo ilizwi likaYehova lifika kuye, lisithi, Akayi kuba yindlamafa yakho lo; ngoya kuphuma ezibilini zakho, yena oya kuba yindlamafa yakho.

Yabelana
Funda IGENESIS 15

IGENESIS 15:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Uthe ke uNdikhoyo ebhekisa kuAbram: “UElizere akayi kuba yindlalifa yakho. Ngunyana wakho nqo oya kuba yindlalifa yakho.”

Yabelana
Funda IGENESIS 15

IGENESIS 15:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kwaye qaphelani, ilizwi leNkosi lafika kuye, lisithi: Lo akasayi kuba yindlalifa yakho; kodwa lowo uphuma ezibilinini zakho uya kuba yindlalifa yakho.

Yabelana
Funda IGENESIS 15

IGENESIS 15:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kekaloku bona ke, ilizwi LIKAYEHOVA leza kuye, lisiti: Asi nguye lo oya kuba yindlalifa yako; koko lowo oya kupuma kwawako amatumbu, nguye oya kuba yindlalifa yako.

Yabelana
Funda IGENESIS 15
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo