IGENESIS 13:8
IGENESIS 13:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UAbram wathi kuLote, Makungabikho mbambano kaloku phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singamadoda azalanayo.
Yabelana
Funda IGENESIS 13IGENESIS 13:8 IBHAYIBHILE (XHO96)
UAbram wathi kuLothe: “Siyazalana, mfondini; masingabhidani, namadoda ethu makangalwi.
Yabelana
Funda IGENESIS 13