IGENESIS 12:7
IGENESIS 12:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza UYEHOVA wabonakala ku‐Abrame, wati: Kwinzalo yako ndiya kunika elilizwe. Wandu ukwakela kona isibingelo KUYEHOVA, obebonakele kuye.
Yabelana
Funda IGENESIS 12IGENESIS 12:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
UYehova wabonakala kuAbram, wathi, Imbewu yakho ndiya kuyinika eli lizwe. Wamakhela khona isibingelelo uYehova, owabonakalayo kuye.
Yabelana
Funda IGENESIS 12IGENESIS 12:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
UNdikhoyo wabonakala kuAbram, wathi: “Nali ke ilizwe eliya kumiwa yinzala yakho.” UAbram ke wenza iqonga apho, wanqula uNdikhoyo owabonakala kuye.
Yabelana
Funda IGENESIS 12